Izifundo Ngezakhono Zakwa-ACE: Gr 1: Workbook

Izifundo Ngezakhono Zakwa-ACE: Gr 1: Workbook

Currently unavailable

We can notify you when this item is back in stock

Add to wishlist

AbeBooks may have this title (opens in new window).

Try AbeBooks

Description

Kukho ihlelo eliphathekayo, nelibanbekayo liyintlanganisela enemizobo ephucukileyo. Elihlelo lilungiselelwe amagumbi okufundela angenazixhobo zaneleyo zokufundisa. Lencwadi ibonisa umsebenzi omnye kwiphepha ngalinye, kwaye neziphumo ezingqalileyo ziyachongeka. Elihlelo linentlobo - ntlobo zezinto ezilungileyo zokufundisa ngaphathi emagumbini nangaphandle. Kwakhona elihlelo linamandla okudibanisa izakhono zobomi kunye nezinye izifundo. Isikhokelo sika tititshala siso esimncedisayo, ngamacebo, indlela zokuhlola kunye neemvelaphi zenkcukacha. Elihlelo lezakhono zobomi linonxibelelwano olufanayo kunye nehlelo lwezolwimi kwincwadi ezifundwayo nezinika umxholo ekwenzeni imibesenzi yabantwana.show more

Product details

  • Paperback
  • Juta Gariep
  • Cape Town, South Africa
  • Xhosa
  • 1868652343
  • 9781868652341