Imath Yelixesha Isigaba: Grade 1 Workbook 1

Imath Yelixesha Isigaba: Grade 1 Workbook 1

  • Book

Currently unavailable

We can notify you when this item is back in stock

Add to wishlist

AbeBooks may have this title (opens in new window).

Try AbeBooks

Description

Olu thotho lwencwadi zabaqalayo,iMaths Yelixesha,lubandakanya zonke iziphumo zobalo. Olu thotho lunceda abafundi ukuba:* baqine yaye bazimele* baphuhlise ukucinga nokuzathuza* bafunde ngeendlela ezahlukileyo zokusombulula iingxaki* basebenze ngexesha labo ngendlela ehlaziyayo Le ncwadi yohlulwe kubini: Indima yokuqala iyakuvumela ukuba uqaphele ukuba abafundi banolwazi ngeengqiqo zokuqala zemathematika. Imisebenzi edibeneyo kule ndima igxininisa:* kwiingqigo ngombala, ubungakanai, indawo, ubuninzi, ubude, kunye nomthamo* ukuzoba kwakunye nokunye abanokukwenza phambi kokuba bakwazi ukubhala, kunye nokusika, ukuncamathelisa nokuthelekisa. Kukho incwadana efakiweyo nenezinto zonke ezisikwayo, kunye neenkwenkwezi zokubonisa umsebenzi owenziwe kakhle. Ezinkwenkwezi zenzelwe ukuba afafundi bazivavanye ngokwabo inkqubo yabo.show more

Product details

  • 12-17
  • Book | 128 pages
  • 210 x 297mm | 32g
  • Maskew Miller Longman (Pty) Ltd
  • Maskew Miller Longman Pty.Ltd ,South Africa
  • Cape Town, South Africa
  • 0636027740
  • 9780636027749